Indawo yokupaka ephawuliweyo. Paka sonke isithuthi ngaphakathi kwemigca. Xa upaka nge-engile, paka kude nendlela kangangoko; umphambili ungabi ngaphezu kwe-150 mm ukusuka kwingqameko, kodwa akukho nxalenye emayingene okanye idlule kwindlela yabahambi ngeenyawo.
Apho unokululindela khona: Kwindlela, ingakumbi ezidolophini.
