Abahambi ngeenyawo banikwa kuqala indlela. Kuvunyelwe kuphela izithuthi zongxamiseko, ezilayishayo nezothulayo, nezokulungisa. Mazingadluli ku-15 km/h kwayezinike abahambi ngeenyawo indlela. Ukulayisha okanye ukothula kuvunyelwe kwiindawo eziphawuliweyo kuphela.
Apho unokululindela khona: Ekungeneni kwindawo yabahambi ngeenyawo.
