Olu phawu luthintela abahamba ngeenyawo ukuba badlule kulo kuba banokuzibeka bona okanye izithuthi engozini.
Abahamba ngeenyawo mabangangeni kwindlela, kumzila okanye kwindledlana elawulwa lolu phawu. Abaqhubi mabahlale bejonge abantu abanokungena nangona kuthintelwe.
Apho unokululindela khona: Ekuqaleni nasekungeneni kwendlela, umzila okanye indledlana.
